Yohane 4:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Nabani na osela amanzi endiza kumnika wona soze aphinde anxanwe,+ kodwa amanzi endimnika wona aza kuba ngumthombo ompompoza kuye, onika ubomi obungunaphakade.”+ Yohane 6:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 UYesu wathi kubo: “Ndim isonka sobomi. Nabani na oza kum, soze alambe, ibe nabani na okholwayo kum aze azenze izinto endizithethayo, soze anxanwe.+
14 Nabani na osela amanzi endiza kumnika wona soze aphinde anxanwe,+ kodwa amanzi endimnika wona aza kuba ngumthombo ompompoza kuye, onika ubomi obungunaphakade.”+
35 UYesu wathi kubo: “Ndim isonka sobomi. Nabani na oza kum, soze alambe, ibe nabani na okholwayo kum aze azenze izinto endizithethayo, soze anxanwe.+