-
Numeri 21:8, 9IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 Emva koko uYehova wathi kuMoses: “Yenza umfanekiso wenyoka enetyhefu uze uyixhome epalini. Umntu otyiwe yinyoka, kuza kufuneka ajonge le ixhonyiweyo ukuze aphile.” 9 Ngoko nangoko uMoses wenza inyoka ngekopolo+ waza wayixhoma epalini.+ Bekusithi xa umntu elunywe yinyoka, aze ajonge inyoka yekopolo, aphile.+
-