Mateyu 26:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Wathi kubo: “Ndikhathazeke kakhulu, intliziyo yam ibuhlungu ngeyona ndlela. Hlalani apha, nihlale nithe qwa kunye nam.”+ Marko 14:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Wathi kubo: “Ndikhathazeke kakhulu,+ intliziyo yam ibuhlungu ngeyona ndlela. Hlalani apha, nihlale nithe qwa.”+
38 Wathi kubo: “Ndikhathazeke kakhulu, intliziyo yam ibuhlungu ngeyona ndlela. Hlalani apha, nihlale nithe qwa kunye nam.”+
34 Wathi kubo: “Ndikhathazeke kakhulu,+ intliziyo yam ibuhlungu ngeyona ndlela. Hlalani apha, nihlale nithe qwa.”+