24 “Ngoko ke, wonke umntu ozivayo ezi zinto ndizithethayo aze azenze, uza kufana nesilumko esakha indlu phezu kolwalwa.+ 25 Kuthi xa kunetha kakhulu, kusibakho izikhukula, kuvuthuza nomoya, ubethe kuloo ndlu, ingadiliki, kuba yakhelwe phezu kolwalwa.