Levitikus 19:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 “‘Uze ungaziphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu, yaye umele uthande omnye umntu ngendlela ozithanda ngayo nawe.+ NdinguYehova. Yohane 15:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ndiniyalela ukuba nithandane ngale ndlela nam ndinithande ngayo.+ 1 Tesalonika 4:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kodwa ke, akukho mfuneko yokuba sinibhalele ukuba nithande abazalwana benu,+ kuba uThixo unifundisile ukuba nithandane.+ Yakobi 2:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ukuba ke niyawuthobela umthetho wakomkhulu osezibhalweni, othi: “Umele umthande ummelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo nawe,”+ nakuba nenza kakuhle. 1 Petros 1:22 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 22 Njengokuba ngoku niye nazenza msulwa ngokuthobela inyaniso, nafunda nokubathanda nyhani abazalwana,+ thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+ 1 Yohane 3:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Siyazi ukuba thina besifana nje nabafileyo ngenxa yezono zethu,+ kodwa ngoku siyaphila, kuba siyabathanda abazalwana.+ Umntu ongenalo uthando uyafana nje nomntu ofileyo.+
18 “‘Uze ungaziphindezeli+ okanye ube nenqala koonyana babantu bakowenu, yaye umele uthande omnye umntu ngendlela ozithanda ngayo nawe.+ NdinguYehova.
9 Kodwa ke, akukho mfuneko yokuba sinibhalele ukuba nithande abazalwana benu,+ kuba uThixo unifundisile ukuba nithandane.+
8 Ukuba ke niyawuthobela umthetho wakomkhulu osezibhalweni, othi: “Umele umthande ummelwane wakho ngendlela ozithanda ngayo nawe,”+ nakuba nenza kakuhle.
22 Njengokuba ngoku niye nazenza msulwa ngokuthobela inyaniso, nafunda nokubathanda nyhani abazalwana,+ thandanani kakhulu ngokusuka entliziyweni.+
14 Siyazi ukuba thina besifana nje nabafileyo ngenxa yezono zethu,+ kodwa ngoku siyaphila, kuba siyabathanda abazalwana.+ Umntu ongenalo uthando uyafana nje nomntu ofileyo.+