Mateyu 26:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 UYesu wathi: “Ndiyakuqinisekisa ukuba, kobu busuku banamhlanje, uza kuthi ungekakhonyi umqhagi, ube sowundiphike kathathu.”+ Marko 14:30 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 30 UYesu wathi: “Ndiyakuqinisekisa ukuba, namhlanje, kanye kobu busuku banamhlanje, uza kuthi ungekakhonyi kabini umqhagi, ube sowundiphike kathathu.”+ Luka 22:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Kodwa uYesu wathi: “Uza kubona Petros, uza kuthi ungekakhonyi umqhagi namhlanje, ube sowundiphike kathathu.”+ Yohane 18:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 UPetros waphinda waphika, waza ngoko nangoko wakhonya umqhagi.+
34 UYesu wathi: “Ndiyakuqinisekisa ukuba, kobu busuku banamhlanje, uza kuthi ungekakhonyi umqhagi, ube sowundiphike kathathu.”+
30 UYesu wathi: “Ndiyakuqinisekisa ukuba, namhlanje, kanye kobu busuku banamhlanje, uza kuthi ungekakhonyi kabini umqhagi, ube sowundiphike kathathu.”+
34 Kodwa uYesu wathi: “Uza kubona Petros, uza kuthi ungekakhonyi umqhagi namhlanje, ube sowundiphike kathathu.”+