Yohane 17:7, 8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Ngoku bayazi ukuba zonke izinto endinazo zivela kuwe; 8 kuba ndibaxelele izinto endizive ngawe,+ ibe bazamkele baza baqiniseka ukuba ndingummeli wakho,+ ndithunywe nguwe.+
7 Ngoku bayazi ukuba zonke izinto endinazo zivela kuwe; 8 kuba ndibaxelele izinto endizive ngawe,+ ibe bazamkele baza baqiniseka ukuba ndingummeli wakho,+ ndithunywe nguwe.+