Roma 12:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 nathi ke, nangona sibaninzi, singumzimba omnye omanyene noKristu, kodwa lungu ngalinye lixhomekeke kwelinye.+ 1 Korinte 1:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ndiyanicela bazalwana egameni leNkosi yethu uYesu Kristu, ukuba nonke nivumelane ngento eniyithethayo, kungabikho nto inixabanisayo,+ kodwa nicinge ngendlela efanayo.+ Galati 3:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Akukho mahluko phakathi komYuda nomGrike,+ phakathi kwekhoboka nomntu okhululekileyo,+ naphakathi kwendoda nebhinqa,+ kuba nonke ningabalandeli bakaKristu Yesu abamanyeneyo.+
5 nathi ke, nangona sibaninzi, singumzimba omnye omanyene noKristu, kodwa lungu ngalinye lixhomekeke kwelinye.+
10 Ndiyanicela bazalwana egameni leNkosi yethu uYesu Kristu, ukuba nonke nivumelane ngento eniyithethayo, kungabikho nto inixabanisayo,+ kodwa nicinge ngendlela efanayo.+
28 Akukho mahluko phakathi komYuda nomGrike,+ phakathi kwekhoboka nomntu okhululekileyo,+ naphakathi kwendoda nebhinqa,+ kuba nonke ningabalandeli bakaKristu Yesu abamanyeneyo.+