Mateyu 27:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Emva kokuba embethelele esibondeni, enza amaqashiso ukuze abelane ngezambatho zakhe zangaphezulu,+ Marko 15:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ambethelela aza abelana ngezambatho zakhe zangaphezulu, esenza amaqashiso ngazo, ukuze abone ukuba ngubani omele afumane ntoni.+ Luka 23:34 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 34 Kodwa uYesu wathi: “Tata baxolele, kuba abayazi le nto bayenzayo.” Benza namaqashiso ukuze bahlulelane ngeempahla zakhe.+
35 Emva kokuba embethelele esibondeni, enza amaqashiso ukuze abelane ngezambatho zakhe zangaphezulu,+
24 Ambethelela aza abelana ngezambatho zakhe zangaphezulu, esenza amaqashiso ngazo, ukuze abone ukuba ngubani omele afumane ntoni.+
34 Kodwa uYesu wathi: “Tata baxolele, kuba abayazi le nto bayenzayo.” Benza namaqashiso ukuze bahlulelane ngeempahla zakhe.+