Mateyu 3:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi kuba niguqukile,+ kodwa yena lowo uza emva kwam ungaphezu kwam, kangangokuba andifaneleki nokukhulula iimbadada ezi zakhe.+ Yena uza kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+
11 Mna ndinibhaptiza ngamanzi kuba niguqukile,+ kodwa yena lowo uza emva kwam ungaphezu kwam, kangangokuba andifaneleki nokukhulula iimbadada ezi zakhe.+ Yena uza kunibhaptiza ngomoya oyingcwele+ nangomlilo.+