27 Beza kubamisa phambi kweNkundla Ephakamileyo YamaYuda. Emva koko umbingeleli omkhulu 28 wathi kubo: “Saniyalela ngokucacileyo ukuba ningaphinde nifundise ngeli gama,+ kodwa jonga! niyigcwalisile iYerusalem ngale mfundiso yenu, yaye nizimisele ukusibeka ityala ngokufa kwalo mntu.”+