2 Ngoko ngokwesiqhelo,+ uPawulos wangena apho waza wachitha iisabatha ezintathu ethetha nawo ngeZibhalo,+ 3 ewacacisela yaye ecaphula eZibhalweni ukuze awabonise ukuba kwakunyanzelekile ukuba uKristu anyamezele iintlungu,+ afe aze avuswe,+ esithi: “Lo nguKristu, uYesu endishumayela ngaye kuni.”