Mateyu 28:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 UYesu weza kubo, wathetha nabo, esithi: “Ndinikwe lonke igunya ezulwini nasemhlabeni.+ Roma 14:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Kuba ngenxa yaloo nto uKristu wafa waza wabuyela ebomini, ukuze abe yiNkosi yabafileyo neyabaphilayo.+ ISityhilelo 19:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ndabona izulu livulekile, yaye jonga! kwakukho ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile+ noNyaniso,+ yaye ugweba aze alwe imfazwe ngobulungisa.+ ISityhilelo 19:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 Kwisambatho sakhe sangaphezulu, ethangeni lakhe, kubhalwe igama elithi, Kumkani wookumkani neNkosi yeenkosi.+
9 Kuba ngenxa yaloo nto uKristu wafa waza wabuyela ebomini, ukuze abe yiNkosi yabafileyo neyabaphilayo.+
11 Ndabona izulu livulekile, yaye jonga! kwakukho ihashe elimhlophe.+ Lowo wayehleli kulo ubizwa ngokuba nguThembekile+ noNyaniso,+ yaye ugweba aze alwe imfazwe ngobulungisa.+
16 Kwisambatho sakhe sangaphezulu, ethangeni lakhe, kubhalwe igama elithi, Kumkani wookumkani neNkosi yeenkosi.+