-
Marko 14:70IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
70 Waphinda waphika. Kodwa akubanga kudala, abo babemi apho baphinda bathi kuPetros: “Nokuba sekusithiwani, ungomnye wabo, kuba kakade ungumGalili.”
-
-
IZenzo 1:11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
11 athi: “Madoda aseGalili, kutheni nimile nje nijonge esibhakabhakeni? Lo Yesu uthathiweyo kuni, wanyuselwa esibhakabhakeni, uza kuza ngale ndlela nimbone esiya ngayo esibhakabhakeni.”
-