Marko 1:23, 24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Kwathi kanti kukho umntu onedemon kuloo ndlu, owakhwaza esithi: 24 “Ufuna ntoni kuthi Yesu waseNazarete?+ Uzokusitshabalalisa? Ndikwazi kakuhle ukuba ungubani; unguLowo Ungcwele kaThixo!”+ Luka 4:41 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 41 Kwaphuma iidemon ebantwini abaninzi, zikhwaza zisithi: “UnguNyana kaThixo.”+ Kodwa wayezingxolisa, engazivumeli ukuba zithethe,+ kuba zazimazi ukuba unguKristu.+
23 Kwathi kanti kukho umntu onedemon kuloo ndlu, owakhwaza esithi: 24 “Ufuna ntoni kuthi Yesu waseNazarete?+ Uzokusitshabalalisa? Ndikwazi kakuhle ukuba ungubani; unguLowo Ungcwele kaThixo!”+
41 Kwaphuma iidemon ebantwini abaninzi, zikhwaza zisithi: “UnguNyana kaThixo.”+ Kodwa wayezingxolisa, engazivumeli ukuba zithethe,+ kuba zazimazi ukuba unguKristu.+