Duteronomi 2:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Nize ningalwi nabo* kuba andizukuninika ilizwe labo, andizukuninika nendawo le elingene unyawo, kuba iNtaba ISehire ndiyinike uEsawu ukuba ahlale kuyo.+ Duteronomi 2:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Xa usondela kuma-Amoni, uze ungawakhathazi okanye uwaqale, kuba andizukukunika ilizwe lawo ukuba uhlale kulo, kuba ndilinike inzala kaLote ukuba ihlale kulo.+ Duteronomi 32:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Xa Oyena Uphakamileyo wanika iintlanga ilifa lazo,+Xa wahlulahlula oonyana baka-Adam,*+ Wabeka imida yezizwana+Ukuze amaSirayeli afumane indawo ewalingeneyo.+ INdumiso 74:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Wamisela yonke imida yomhlaba;+Wenza ihlobo nobusika.+
5 Nize ningalwi nabo* kuba andizukuninika ilizwe labo, andizukuninika nendawo le elingene unyawo, kuba iNtaba ISehire ndiyinike uEsawu ukuba ahlale kuyo.+
19 Xa usondela kuma-Amoni, uze ungawakhathazi okanye uwaqale, kuba andizukukunika ilizwe lawo ukuba uhlale kulo, kuba ndilinike inzala kaLote ukuba ihlale kulo.+
8 Xa Oyena Uphakamileyo wanika iintlanga ilifa lazo,+Xa wahlulahlula oonyana baka-Adam,*+ Wabeka imida yezizwana+Ukuze amaSirayeli afumane indawo ewalingeneyo.+