-
INdumiso 16:8-11IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
8 UYehova uhlala ephambi kwam.+
Ekubeni engasekunene kwam, soze ndigungqiswe.*+
9 Ngoko ke intliziyo yam iyavuya, ndonwabe ngokupheleleyo.
Ibe ndikhuselekile.*
10 Kuba awuzukundishiya engcwabeni.*+
Awuzukumvumela lowo ukukhonza ngokungagungqiyo ukuba abone umngxuma.*+
Konwatywa kakhulu apho ukhoyo;*+
Kuvuywa* ngonaphakade ngakwisandla sakho sasekunene.
-