Luka 24:46, 47 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 46 wathi: “Kubhalwe kwathiwa, uKristu wayeza kuva iintlungu aze avuke ekufeni ngosuku lwesithathu,+ 47 yaye kwakuza kushunyayelwa ukuba abantu bazo zonke iintlanga+ mabaguquke baze baxolelwe izono+ egameni lakhe, kuqalwe eYerusalem.+
46 wathi: “Kubhalwe kwathiwa, uKristu wayeza kuva iintlungu aze avuke ekufeni ngosuku lwesithathu,+ 47 yaye kwakuza kushunyayelwa ukuba abantu bazo zonke iintlanga+ mabaguquke baze baxolelwe izono+ egameni lakhe, kuqalwe eYerusalem.+