-
1 Samuweli 14:32, 33IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
32 Ngoko abantu bazitsibela ngokubawa zonke izinto zamaFilisti, bathatha iigusha neenkomo namathole eenkomo bazixhelela apho. Batya loo nyama nkqu negazi layo.+ 33 Ngoko kwathiwa kuSawule: “Jonga! Abantu bayamona uYehova, kuba batya inyama negazi layo.”+ Wathi ke yena: “Khange nithembeke. Qengqelani ngakum ngokukhawuleza ilitye elikhulu.”
-