1 Korinte 6:11 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Kanti abanye benu babekhe banjalo. Kodwa niye nahlanjwa nacoceka,+ nenziwa ngcwele,+ kwaza kwathiwa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu nangomoya kaThixo wethu. 1 Yohane 1:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kodwa ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengokuba naye esekukhanyeni, siza kuba simanyene, yaye igazi loNyana wakhe uYesu liza kuzihlamba zonke izono zethu.+ ISityhilelo 1:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 nakuYesu Kristu, “iNgqina Elithembekileyo,”+ “owaba ngowokuqala ukuvuswa ekufeni,”+ “noMlawuli wookumkani bomhlaba.”+ Kulowo usithandayo+ nosikhululayo kwizono zethu ngegazi lakhe,+
11 Kanti abanye benu babekhe banjalo. Kodwa niye nahlanjwa nacoceka,+ nenziwa ngcwele,+ kwaza kwathiwa ningamalungisa+ egameni leNkosi yethu uYesu Kristu nangomoya kaThixo wethu.
7 Kodwa ke, ukuba sihamba ekukhanyeni njengokuba naye esekukhanyeni, siza kuba simanyene, yaye igazi loNyana wakhe uYesu liza kuzihlamba zonke izono zethu.+
5 nakuYesu Kristu, “iNgqina Elithembekileyo,”+ “owaba ngowokuqala ukuvuswa ekufeni,”+ “noMlawuli wookumkani bomhlaba.”+ Kulowo usithandayo+ nosikhululayo kwizono zethu ngegazi lakhe,+