IZenzo 23:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Xa uPawulos wabonayo ukuba abanye abantu abakwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda* ngabaSadusi, abanye ngabaFarisi, wathi: “Madoda, bantakwethu, ndingumFarisi,+ unyana wabaFarisi. Ndigwetywa kuba ndikholelwa ukuba abafileyo baza kuvuswa.”
6 Xa uPawulos wabonayo ukuba abanye abantu abakwiNkundla Ephakamileyo YamaYuda* ngabaSadusi, abanye ngabaFarisi, wathi: “Madoda, bantakwethu, ndingumFarisi,+ unyana wabaFarisi. Ndigwetywa kuba ndikholelwa ukuba abafileyo baza kuvuswa.”