2 Samuweli 7:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Ngoku ke uze uthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Uthi uYehova wemikhosi: “Ndakuthatha edlelweni ukhaphela umhlambi,+ ukuze ube yinkokheli yabantu bam amaSirayeli.+ 2 Samuweli 7:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Xa ifike esiphelweni imihla yakho,+ waza walaliswa kookhokho bakho, ndiza kukuvelisela inzala,* unyana wakho kanye,* yaye ndiza kubumisela ubukumkani bakhe, kungabikho nto ibugungqisayo.+ Luka 1:32 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 32 Yena uza kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana Woyena Uphakamileyo,+ ibe uYehova* uThixo uza kumnika itrone katata wakhe uDavide.+ 2 Timoti 2:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Khumbula ukuba uYesu Kristu wavuswa ekufeni,+ ibe wayeyinzala* kaDavide,+ njengokuba zisitsho iindaba ezilungileyo endizishumayelayo,+
8 Ngoku ke uze uthi kumkhonzi wam uDavide, ‘Uthi uYehova wemikhosi: “Ndakuthatha edlelweni ukhaphela umhlambi,+ ukuze ube yinkokheli yabantu bam amaSirayeli.+
12 Xa ifike esiphelweni imihla yakho,+ waza walaliswa kookhokho bakho, ndiza kukuvelisela inzala,* unyana wakho kanye,* yaye ndiza kubumisela ubukumkani bakhe, kungabikho nto ibugungqisayo.+
32 Yena uza kuba mkhulu,+ abizwe ngokuba nguNyana Woyena Uphakamileyo,+ ibe uYehova* uThixo uza kumnika itrone katata wakhe uDavide.+
8 Khumbula ukuba uYesu Kristu wavuswa ekufeni,+ ibe wayeyinzala* kaDavide,+ njengokuba zisitsho iindaba ezilungileyo endizishumayelayo,+