2 Korinte 5:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Kodwa zonke izinto zivela kuThixo, owasenza saba seluxolweni naye esebenzisa uKristu,+ waza wasinika umsebenzi wokunceda abanye babe seluxolweni naye.+ Efese 3:11, 12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ivumelana nenjongo kanaphakade awayeza kuyiphumeza ngoKristu,+ uYesu iNkosi yethu. 12 Nguye osenze sakwazi ukuthetha sikhululekile saza sakwazi ukusondela kuThixo+ siqinisekile yaye sinokholo kuKristu.* Hebhere 10:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Ngoko ke bazalwana, thina sinesibindi sokungena kwindawo engcwele+ ngegazi likaYesu,
18 Kodwa zonke izinto zivela kuThixo, owasenza saba seluxolweni naye esebenzisa uKristu,+ waza wasinika umsebenzi wokunceda abanye babe seluxolweni naye.+
11 Ivumelana nenjongo kanaphakade awayeza kuyiphumeza ngoKristu,+ uYesu iNkosi yethu. 12 Nguye osenze sakwazi ukuthetha sikhululekile saza sakwazi ukusondela kuThixo+ siqinisekile yaye sinokholo kuKristu.*