7 Ningalahlekiswa: UThixo akayonto yokuhlekisa. Loo nto ayityalayo umntu, uza kuvuna kwayona;+ 8 kuba otyala iminqweno yomzimba onesono uza kuvuna izinto ezimbi ezibangelwe yiloo minqweno, kodwa umntu owenza izinto ekhokelwa ngumoya kaThixo, uza kuvuna ubomi obungunaphakade ngenxa yomoya kaThixo.+