2 Korinte 4:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kuba nangona ubunzima esijongene nabo buyinto egqithayo nencinci, busizisela uzuko olungenakulinganiswa nanto noluza kuhlala ngonaphakade.+ 1 Petros 4:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kunoko, mazinivuyise+ iintshutshiso enizifumanayo ngenxa yokuba nikunye noKristu,+ ukuze nonwabe kakhulu ngexesha lokubonakala kozuko lwakhe.+
17 Kuba nangona ubunzima esijongene nabo buyinto egqithayo nencinci, busizisela uzuko olungenakulinganiswa nanto noluza kuhlala ngonaphakade.+
13 Kunoko, mazinivuyise+ iintshutshiso enizifumanayo ngenxa yokuba nikunye noKristu,+ ukuze nonwabe kakhulu ngexesha lokubonakala kozuko lwakhe.+