Eksodus 24:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 UYehova wathi kuMoses: “Nyuka uze kum entabeni, ulinde khona. Ndiza kukunika amacwecwe amatye anomthetho nomyalelo endiza kuwubhala ukuze abantu bafundiswe.”+
12 UYehova wathi kuMoses: “Nyuka uze kum entabeni, ulinde khona. Ndiza kukunika amacwecwe amatye anomthetho nomyalelo endiza kuwubhala ukuze abantu bafundiswe.”+