Isaya 8:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Uza kuba yindawo engcwele,Kodwa abe lilo nelitye lokubethekaNembokodo yokukhubeka+Kuzo zombini izindlu zakwaSirayeli,Abe sisirhintyelo nomgibeKubemi baseYerusalem. Luka 20:17, 18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Kodwa wajonga ngqo kubo, wathi: “Ithetha ukuthini ke le ndawo ithi eZibhalweni: ‘Ilitye elalingafunwa ngabakhi liye laba lilitye lekona eliyintloko’?+ 18 Wonke umntu owa phezu kwelo litye uza kwenzakala kakubi.+ Nabani na elimwelayo, liza kumtyumza.” 1 Korinte 1:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 kodwa thina sishumayela ngokubethelelwa kukaKristu esibondeni, nto leyo ewakhubekisayo amaYuda kodwa ebubudenge ezintlangeni.+
14 Uza kuba yindawo engcwele,Kodwa abe lilo nelitye lokubethekaNembokodo yokukhubeka+Kuzo zombini izindlu zakwaSirayeli,Abe sisirhintyelo nomgibeKubemi baseYerusalem.
17 Kodwa wajonga ngqo kubo, wathi: “Ithetha ukuthini ke le ndawo ithi eZibhalweni: ‘Ilitye elalingafunwa ngabakhi liye laba lilitye lekona eliyintloko’?+ 18 Wonke umntu owa phezu kwelo litye uza kwenzakala kakubi.+ Nabani na elimwelayo, liza kumtyumza.”
23 kodwa thina sishumayela ngokubethelelwa kukaKristu esibondeni, nto leyo ewakhubekisayo amaYuda kodwa ebubudenge ezintlangeni.+