IZenzo 21:20 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 20 Emva kokuba bemvile, bamzukisa uThixo, kodwa bathi kuye: “Uyabona mzalwana, kukho amawakawaka amakholwa angamaYuda, ibe onke awukhuthalele uMthetho.+ Galati 1:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 yaye ndandihambela phambili kule nkonzo yobuYuda, ndizogqitha iintanga zam kwisizwe sakowethu, kuba ndandikukhuthalele ukulandela iimfundiso zootata bethu.+
20 Emva kokuba bemvile, bamzukisa uThixo, kodwa bathi kuye: “Uyabona mzalwana, kukho amawakawaka amakholwa angamaYuda, ibe onke awukhuthalele uMthetho.+
14 yaye ndandihambela phambili kule nkonzo yobuYuda, ndizogqitha iintanga zam kwisizwe sakowethu, kuba ndandikukhuthalele ukulandela iimfundiso zootata bethu.+