2 Timoti 2:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Kaloku akufuneki ukuba ikhoboka leNkosi lilwe, kodwa kufuneka liphathe wonke umntu ngobubele,*+ likwazi ukuzibamba xa lenziwe into embi,+ Hebhere 12:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Zamani ukuba seluxolweni nabantu bonke,+ nize nibe ngcwele+ kuba akakho umntu ongekho ngcwele oya kuyibona iNkosi. Yakobi 3:18 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 18 Kwakhona, isiqhamo sobulungisa sityalwa xa kukho uxolo,+ kusenzelwa abo badala uxolo.*+
24 Kaloku akufuneki ukuba ikhoboka leNkosi lilwe, kodwa kufuneka liphathe wonke umntu ngobubele,*+ likwazi ukuzibamba xa lenziwe into embi,+
14 Zamani ukuba seluxolweni nabantu bonke,+ nize nibe ngcwele+ kuba akakho umntu ongekho ngcwele oya kuyibona iNkosi.