Eksodus 23:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 “Ukuba udibana nenkunzi yenkomo okanye idonki yotshaba lwakho ilahleka, yibuyisele kulo.+ Mateyu 5:44 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 44 Kodwa mna ndithi kuni: Qhubekani nizithanda iintshaba zenu,+ nibathandazela nabo banitshutshisayo,+ Luka 6:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 “Kodwa mna ndithi kuni: Qhubekani nizithanda iintshaba zenu, nibenzela izinto ezintle abo banicaphukelayo,+
44 Kodwa mna ndithi kuni: Qhubekani nizithanda iintshaba zenu,+ nibathandazela nabo banitshutshisayo,+
27 “Kodwa mna ndithi kuni: Qhubekani nizithanda iintshaba zenu, nibenzela izinto ezintle abo banicaphukelayo,+