Mateyu 7:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 “Balumkeleni abaprofeti bobuxoki+ abeza kuni bembethe ufele lwegusha,+ kodwa ngaphakathi beziingcuka ezinyolukileyo.+ Tito 3:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ke yena umntu oza nemfundiso eyahlukileyo+ mnqande* kube kabini,+ emva koko kungabikho nto ikudibanisa naye,+ 2 Yohane 10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ukuba kukho umntu oza kuni nemfundiso eyahlukileyo kule, ze ningamamkeli emakhayeni enu,+ ningambulisi nokumbulisa.
15 “Balumkeleni abaprofeti bobuxoki+ abeza kuni bembethe ufele lwegusha,+ kodwa ngaphakathi beziingcuka ezinyolukileyo.+
10 Ke yena umntu oza nemfundiso eyahlukileyo+ mnqande* kube kabini,+ emva koko kungabikho nto ikudibanisa naye,+
10 Ukuba kukho umntu oza kuni nemfundiso eyahlukileyo kule, ze ningamamkeli emakhayeni enu,+ ningambulisi nokumbulisa.