Roma 7:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Kodwa ngoku siye sakhululwa kuMthetho,+ kuba siye safa kula nto ibisibambile, ukuze sibe ngamakhoboka ngendlela entsha siqhutywa ngumoya oyingcwele,+ kungekhona ngalaa ndlela indala yemithetho ebhaliweyo.+
6 Kodwa ngoku siye sakhululwa kuMthetho,+ kuba siye safa kula nto ibisibambile, ukuze sibe ngamakhoboka ngendlela entsha siqhutywa ngumoya oyingcwele,+ kungekhona ngalaa ndlela indala yemithetho ebhaliweyo.+