Roma 14:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Ekubeni ndingumlandeli weNkosi uYesu, ndiyazi yaye ndiqinisekile ukuba akukho nto idalwe ingacocekanga;+ kuphela kuxa umntu eyijonga njengengacocekanga apho iye ingacoceki kuye.
14 Ekubeni ndingumlandeli weNkosi uYesu, ndiyazi yaye ndiqinisekile ukuba akukho nto idalwe ingacocekanga;+ kuphela kuxa umntu eyijonga njengengacocekanga apho iye ingacoceki kuye.