7 Ngoko hlalani kuloo mzi+ womntu othanda uxolo, nitye, nisele nantoni na aninika yona,+ kuba umntu osebenzayo ufanelwe ngumvuzo.+ Hlalani kuloo mzi, ningahambi niyokuhlala kweminye.
8 “Kwakhona, kuzo zonke izixeko eniya kuzo nize namkelwe, yityani nantoni na abayibeka phambi kwenu,