Galati 2:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Kunoko, babona ukuba ndithunywe ukuba ndise iindaba ezilungileyo kwabo bangolukanga,+ kanye njengokuba uPetros ethunywe kwabo bolukileyo. Efese 3:1, 2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Mna Pawulos, ndilibanjwa+ kuba ndingokaKristu Yesu yaye ndincede nina bantu beentlanga. 2 Nani niye neva ngomsebenzi+ endiwunikwe nguThixo ngenxa yobubele bakhe* ukuze ndincede nina. Kolose 1:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 UThixo wandikhetha, wandinika umsebenzi wokusebenzela ibandla ukuze kuncedakale nina.+ Yiloo nto ndishumayela ngelizwi likaThixo ngokupheleleyo,
7 Kunoko, babona ukuba ndithunywe ukuba ndise iindaba ezilungileyo kwabo bangolukanga,+ kanye njengokuba uPetros ethunywe kwabo bolukileyo.
3 Mna Pawulos, ndilibanjwa+ kuba ndingokaKristu Yesu yaye ndincede nina bantu beentlanga. 2 Nani niye neva ngomsebenzi+ endiwunikwe nguThixo ngenxa yobubele bakhe* ukuze ndincede nina.
25 UThixo wandikhetha, wandinika umsebenzi wokusebenzela ibandla ukuze kuncedakale nina.+ Yiloo nto ndishumayela ngelizwi likaThixo ngokupheleleyo,