Roma 14:15, 16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Kuba, ukuba ukhubekisa umzalwana wakho ngenxa yento oyityayo, awusazenzi ngothando izinto.+ Sukumonakalisa* ngenxa yokutya kwakho umzalwana wakho owafelwa nguKristu.+ 16 Ngoko, sanukuvumela izinto ezintle enizenzayo kuthethwe kakubi ngazo. 1 Korinte 8:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Xa nisona abazalwana benu ngokwenza loo nto, nisenzakalisa isazela sabo esibuthathaka,+ nona uKristu.
15 Kuba, ukuba ukhubekisa umzalwana wakho ngenxa yento oyityayo, awusazenzi ngothando izinto.+ Sukumonakalisa* ngenxa yokutya kwakho umzalwana wakho owafelwa nguKristu.+ 16 Ngoko, sanukuvumela izinto ezintle enizenzayo kuthethwe kakubi ngazo.
12 Xa nisona abazalwana benu ngokwenza loo nto, nisenzakalisa isazela sabo esibuthathaka,+ nona uKristu.