Hebhere 5:13, 14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Wonke umntu osasela ubisi akaqhelananga nelizwi likaThixo* kuba ungumntwana.+ 14 Kodwa ukutya okuqinileyo kokwabantu abaqolileyo, abantu abayisebenzisayo ingqondo, itsho iqeqesheke, ikwazi ukwahlula into elungileyo nembi.
13 Wonke umntu osasela ubisi akaqhelananga nelizwi likaThixo* kuba ungumntwana.+ 14 Kodwa ukutya okuqinileyo kokwabantu abaqolileyo, abantu abayisebenzisayo ingqondo, itsho iqeqesheke, ikwazi ukwahlula into elungileyo nembi.