5 Ndingathanda ukuba nonke nithethe iilwimi ezahlukahlukeneyo,+ kodwa eyona nto ndiyikhethayo kukuba niprofete.+ Kaloku kubhetele ukuprofeta kunokuthetha ngezinye iilwimi, ngaphandle kokuba lowo uthetha ngezinye iilwimi uyayitolika into ayithethayo, ukuze ibandla lakheke.