Kolose 1:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Noko ke, kufuneka niqhubeke ninokholo,+ nizinze phezu kwesiseko+ yaye ningagungqi,+ ningasuswa kwithemba leendaba ezilungileyo enazivayo, nezashunyayelwa kwindalo yonke ephantsi kwezulu.+ Mna Pawulos ndaba ngumshumayeli wezo ndaba zilungileyo.+ Hebhere 3:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Kuba siza kufumana loo nto uKristu aza kuyifumana ukuba sibambelela nkqi de kube sekupheleni kwithemba esasinalo kwasekuqaleni.+ 2 Petros 3:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Ekubeni ninolu lwazi, bazalwana endibathandayo, zigadeni ukuze ningabavumeli abo bantu badelela umthetho ukuba banilahlekise nize nigungqe elukholweni.+
23 Noko ke, kufuneka niqhubeke ninokholo,+ nizinze phezu kwesiseko+ yaye ningagungqi,+ ningasuswa kwithemba leendaba ezilungileyo enazivayo, nezashunyayelwa kwindalo yonke ephantsi kwezulu.+ Mna Pawulos ndaba ngumshumayeli wezo ndaba zilungileyo.+
14 Kuba siza kufumana loo nto uKristu aza kuyifumana ukuba sibambelela nkqi de kube sekupheleni kwithemba esasinalo kwasekuqaleni.+
17 Ekubeni ninolu lwazi, bazalwana endibathandayo, zigadeni ukuze ningabavumeli abo bantu badelela umthetho ukuba banilahlekise nize nigungqe elukholweni.+