Yohane 16:13 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 13 Kodwa xa nifumana umoya kaThixo oyenza icace inyaniso,+ niza kuncedwa niyazi kakuhle. Lo moya awenzi kuthanda kwawo, kodwa utyhila loo nto uThixo afuna uyityhile, ibe uza kunixelela izinto eziseza kwenzeka.+
13 Kodwa xa nifumana umoya kaThixo oyenza icace inyaniso,+ niza kuncedwa niyazi kakuhle. Lo moya awenzi kuthanda kwawo, kodwa utyhila loo nto uThixo afuna uyityhile, ibe uza kunixelela izinto eziseza kwenzeka.+