2 Timoti 2:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela siza kuba ngookumkani kunye naye;+ ukuba siyamphika naye uza kusiphika;+ ISityhilelo 3:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 Umntu owoyisayo+ uza kuhlala nam kwitrone yam,+ njengokuba nam ndoyisayo ndaza ndahlala+ noTata kwitrone yakhe.
12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela siza kuba ngookumkani kunye naye;+ ukuba siyamphika naye uza kusiphika;+
21 Umntu owoyisayo+ uza kuhlala nam kwitrone yam,+ njengokuba nam ndoyisayo ndaza ndahlala+ noTata kwitrone yakhe.