IZenzo 14:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Kodwa kwafika amaYuda evela kwa-Antiyokwe naseIkoniyo aza antyontyela abo bantu+ ukuba bamjikele uPawulos, ngoko bambetha ngamatye baza bamrhuqela ngaphandle kwesixeko becinga ukuba ufile.+ 2 Korinte 4:8, 9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Sicinezelwe zizinto ezininzi kodwa asixinekanga ukuba side singakwazi ukushukuma; sibhidekile kodwa loo nto ayithethi kuthi asinayo tu indlela yokuphuma;*+ 9 siyatshutshiswa, kodwa asilahlwanga;+ siphoswa phantsi, kodwa asitshatyalaliswa.+
19 Kodwa kwafika amaYuda evela kwa-Antiyokwe naseIkoniyo aza antyontyela abo bantu+ ukuba bamjikele uPawulos, ngoko bambetha ngamatye baza bamrhuqela ngaphandle kwesixeko becinga ukuba ufile.+
8 Sicinezelwe zizinto ezininzi kodwa asixinekanga ukuba side singakwazi ukushukuma; sibhidekile kodwa loo nto ayithethi kuthi asinayo tu indlela yokuphuma;*+ 9 siyatshutshiswa, kodwa asilahlwanga;+ siphoswa phantsi, kodwa asitshatyalaliswa.+