2 Timoti 2:11, 12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ayinyani amazwi athi: Ukuba sife kunye, ngokuqinisekileyo siza kuphila kunye;+ 12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela siza kuba ngookumkani kunye naye;+ ukuba siyamphika naye uza kusiphika;+
11 Ayinyani amazwi athi: Ukuba sife kunye, ngokuqinisekileyo siza kuphila kunye;+ 12 ukuba siyaqhubeka sinyamezela siza kuba ngookumkani kunye naye;+ ukuba siyamphika naye uza kusiphika;+