Efese 6:11, 12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Zinxibeni zonke iimpahla zokuzikhusela+ ezivela kuThixo ukuze nikwazi ukulwa namaqhinga kaMtyholi. 12 Kuba asilwi nabantu,*+ kodwa silwa noorhulumente, namagunya, nabalawuli beli hlabathi lisebumnyameni, kunye nemikhosi yemimoya emibi+ esezulwini. 1 Petros 5:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Hlalani nisezingqondweni, nilumke!+ UMtyholi olutshaba lwenu, uhambahamba njengengonyama egqumayo, ekhangela umntu anokumqwenga.+
11 Zinxibeni zonke iimpahla zokuzikhusela+ ezivela kuThixo ukuze nikwazi ukulwa namaqhinga kaMtyholi. 12 Kuba asilwi nabantu,*+ kodwa silwa noorhulumente, namagunya, nabalawuli beli hlabathi lisebumnyameni, kunye nemikhosi yemimoya emibi+ esezulwini.
8 Hlalani nisezingqondweni, nilumke!+ UMtyholi olutshaba lwenu, uhambahamba njengengonyama egqumayo, ekhangela umntu anokumqwenga.+