Duteronomi 27:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 “‘Uqalekisiwe umntu ongabambeleliyo kumazwi alo Mthetho ngokuthi awathobele.’+ (Bonke abantu baza kuthi, ‘Amen!’)
26 “‘Uqalekisiwe umntu ongabambeleliyo kumazwi alo Mthetho ngokuthi awathobele.’+ (Bonke abantu baza kuthi, ‘Amen!’)