1 Korinte 15:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Kodwa ngenxa yokuba uThixo endenzele ububele,* ndiyile nto ndiyiyo. Yaye ukundenzela kwakhe ububele,* khange kuwele phantsi. Khange ndisebenze ngamandla am, kodwa ndincedwe bububele bukaThixo.*
10 Kodwa ngenxa yokuba uThixo endenzele ububele,* ndiyile nto ndiyiyo. Yaye ukundenzela kwakhe ububele,* khange kuwele phantsi. Khange ndisebenze ngamandla am, kodwa ndincedwe bububele bukaThixo.*