IZenzo 10:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kodwa uPetros wamphakamisa esithi: “Phakama; kaloku nam ndingumntu njengawe.”+ IZenzo 10:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Wathi kubo: “Niyazi kakuhle ukuba akukho semthethweni ngomYuda ukuba ahlale okanye andwendwele umntu wolunye uhlanga,+ kodwa uThixo undibonisile ukuba akukho mntu ndimele ndithi akacocekanga.+ IZenzo 11:2, 3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngoko xa uPetros wenyuka waya eYerusalem, abantu abaxhasa ulwaluko+ bamgxeka, 3 besithi: “Wena ungene endlini yamadoda angalukanga, watya nawo.”
28 Wathi kubo: “Niyazi kakuhle ukuba akukho semthethweni ngomYuda ukuba ahlale okanye andwendwele umntu wolunye uhlanga,+ kodwa uThixo undibonisile ukuba akukho mntu ndimele ndithi akacocekanga.+
2 Ngoko xa uPetros wenyuka waya eYerusalem, abantu abaxhasa ulwaluko+ bamgxeka, 3 besithi: “Wena ungene endlini yamadoda angalukanga, watya nawo.”