IZenzo 7:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Nguye owayekunye nebandla entlango. Nguye owayekunye nookhokho bethu, ikwanguye nalo yathetha naye+ ingelosi+ kwiNtaba YeSinayi. Wathunywa ukuba asigqithisele umyalezo osuka kuThixo.+ IZenzo 7:53 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 53 nina eniye namkela uMthetho odluliselwa ziingelosi+ kodwa anawuthobela.” Hebhere 2:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Kuba ukuba ilizwi elathethwa ngeengelosi+ lema kangangokuba abantu abenza izono nabangazange balithobele bafumana isohlwayo sobulungisa,*+
38 Nguye owayekunye nebandla entlango. Nguye owayekunye nookhokho bethu, ikwanguye nalo yathetha naye+ ingelosi+ kwiNtaba YeSinayi. Wathunywa ukuba asigqithisele umyalezo osuka kuThixo.+
2 Kuba ukuba ilizwi elathethwa ngeengelosi+ lema kangangokuba abantu abenza izono nabangazange balithobele bafumana isohlwayo sobulungisa,*+