12 Kuba nangcwatywa naye xa wayebhaptizwa,+ yaye navuswa naye+ ngenxa yokuba ninokholo kwimisebenzi kaThixo owamvusayo ekufeni.+
13 Ngaphezu koko, nangona nanifile ngenxa yezono zenu yaye ningolukanga, uThixo wanenza naphila kunye noKristu.+ Wazixolela ngobubele zonke izono zethu+