Efese 5:25 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 25 Bayeni, qhubekani nibathanda abafazi benu,+ kanye njengokuba noKristu walithandayo ibandla waza wazinikela ngenxa yalo,+ 1 Petros 3:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Nina ke madoda, qhubekani nihlala nabo ngokubazi.* Baphatheni ngembeko+ njengezitya ezingomelelanga njengani, kuba bengabafazi, bezizo neendlalifa zobubele bukaThixo kunye nani,+ ukuze kungabikho nto inqanda imithandazo yenu.
25 Bayeni, qhubekani nibathanda abafazi benu,+ kanye njengokuba noKristu walithandayo ibandla waza wazinikela ngenxa yalo,+
7 Nina ke madoda, qhubekani nihlala nabo ngokubazi.* Baphatheni ngembeko+ njengezitya ezingomelelanga njengani, kuba bengabafazi, bezizo neendlalifa zobubele bukaThixo kunye nani,+ ukuze kungabikho nto inqanda imithandazo yenu.